Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 06 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Government
Urhulumente uye wasandisa iSibonelelo sokuNceda kwiNtlekele yeCOVID-19 .
Urhulumente uye wasandisa iSibonelelo sokuNceda kwiNtlekele kwi-COVID-19 de kube kweyeKwindla 2025 ngelixa eqwalasela uhlaziyo lomgaqo-nkqubo wokhuseleko loluntu kunye nomzekelo wenkxaso-mali.Le nkxaso-mali yaziswa ukuxhasa abantu abanemivuzo ephantsi abachatshazelwa kukuvalwa kwezinto ngexesha lobhubhani we-COVID-19.Esenza iNgxelo yoMgaqo-nkqubo woHlahlo lwabiwo-mali lwesiGaba esiPhakathi ePalamente izolo, umphathiswa wezemali uEnoch Godongwana uthe ngamashumi amathathu anesine eebhiliyoni zeerandi ebekelwe ukwandiswa ngomnye unyaka.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Amanzi eCarolsberg azakuvalwa kwakhona ngentsimbi yeshumi ebusuku ngumasipala waseNama-khoi.
Izikolo azifumani nyango lukhethekileyo xa kufikwa kumba wokucinywa kombane ngokukaRamokgopa. »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Klaaste fokus op dissipline en dienslewering
Tue, 25 Aug 2026
Verbruikersbeskermingsowerheid versterk nakoming in Victoria-Wes
Tue, 25 Aug 2026
Jong vroue breek grense in vakmanskap