Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 06 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Amanzi eCarolsberg azakuvalwa kwakhona ngentsimbi yeshumi ebusuku ngumasipala waseNama-khoi.
Amanzi eCarolsberg azakuvalwa kwakhona ngentsimbi yeshumi ebusuku kude kube yintsimbi yesibini ngentseni yangomso, umasipala wengingqi yaseNama-khoi ngentseni yanamhlanje womisa iimpompo zamakhaya.Oku kulandela uhlolo lwabo, uvavanyo lweemitha zamanzi kunye noxinzelelo lwamanzi eCarolsberg. Abahlali bayabongozwa ukuba babe nomonde ngethuba bedlulisa uxolo ngokungahambi kakuhle.Oku kuza phakathi kwemizabalazo yokucima umbane. Uluntu aluboni kukhanya ekupheleni kwetonela yonikezelo lweenkonzo ekubeni umasipala wasekuhlaleni unemingeni ekunikezeni inkonzo eyaneleyo kwiidolophu ezinikezela ngeenkonzo. Imingeni iyakhula njengoko uluntu luzakushiyeka nombuzo-buciko wokuba ngubani oza kubalawula emva konyulo oluzayo lwezopolitiko luka-2024.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« URhulumente waseMntla Koloni uphehlelela ngokusesikweni iNyanga yoKwazisa ngamaLungelo aBantu abaKhubazekileyo .
Urhulumente uye wasandisa iSibonelelo sokuNceda kwiNtlekele yeCOVID-19 . »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive