Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 06 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Umasipala waseKhai-Ma urhoxise iintsuku zembizo kaSodolophu ebekufanele ukuba isingathwe.
Umasipala waseKhai-Ma uzirhoxisile iintsuku zeveki ezayo zembizo kaSodolophu ebekufanele ukuba isingathwe. USodolophu kamasipala umema uluntu ukuba luzimase lo msitho kunye namasebe karhulumente kwezi ndawo zilandelayo. • Abahlali basePoffader ngomhla weshumi elinesine kweyeKhanga ngentsimbi yeshumi elinanye kusasa bangaya kwiHolo yoluntu yaseBlyvooruitsig.• Ngomhla weshumi elinesihlanu, u-Onseepkans ngexesha elifanayo unokuya kwiHolo yoLuntu lweMission. • Amalungu oluntu asuka e-Aggeneys kwangolo suku ngentsimbi yesihlanu emva kwemini angaya eNorth REC Club. • Amalungu oluntu aseWitbank ngomhla weshumi elinesithandathu kweyeNkanga ngentsimbi yeshumi kusasa angazimasa lo msitho kwiholo yeKliniki. • Ngoko ke abahlali basePella anokuya kwiHolo yawo yasekuhlaleni ngentsimbi yesithathu emva kwemini.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Izikolo azifumani nyango lukhethekileyo xa kufikwa kumba wokucinywa kombane ngokukaRamokgopa.
Abafundi besikolo saseVan Wyk, bafunda phantsi kobunzima bokucinywa kombane. »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive