Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 07 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Government
Brigadiya Lamoen utyunjwe njengeNtloko entsha yePhondo yeeNkonzo zoPhando loLwaphulo-mthetho .
UMkomishinala wePhondo laseMntla Koloni, uLieutenant General Koliswa Otola, uqinisekise ukuqeshwa kukaBrigadiya uLindikhaya Lamoen njengeNtloko entsha yePhondo yeeNkonzo zoPhando loLwaphulo-mthetho izolo kwi-ofisi yePhondo yeNkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika eKimberley.Ukuqeshwa kwakhe kuqala ukusebenza ukususela ngomhla woku-1 kweyeNkanga yowama-2023 kwaye kwindima yakhe entsha, uBrigadier Lamoen uza kongamela ukusebenza kwenkonzo yabacuphi kulo lonke iphondo loMntla Koloni.ULieutenant Colonel Thabo Litabe uthe Uza kuba kwindawo yokwabelana ngolwazi namava kunye nabancinci bakhe kunye nabathathi-nxaxheba bangaphandle kwimeko yobucuphi.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Umasipala waseNama Khoi uphehlelele iQonga lokuRhweba ngoMbane okrelekrele.
INkomfa yoTyalo-mali kaMasipala weSithili saseNamakwa izakusingathwa ekupheleni kwalenyanga. »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Klaaste fokus op dissipline en dienslewering
Tue, 25 Aug 2026
Verbruikersbeskermingsowerheid versterk nakoming in Victoria-Wes
Tue, 25 Aug 2026
Jong vroue breek grense in vakmanskap