Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 07 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Government
Umasipala waseNama Khoi uphehlelele iQonga lokuRhweba ngoMbane okrelekrele.
Umasipala waseNama Khoi uvuse umdla wesizwe ngokuba ngowokuqala eMzantsi Afrika ukuphehlelela iQonga lokuRhweba ngoMbane okrelekrele. Eli nyathelo liyimpendulo ecacileyo kumaxabiso ombane anyukayo ka-Eskom kwaye lijonge ukukhuthaza iindlela zombane ezifikelelekayo nezizinzileyo.Ngentsebenziswano nomthengisi weteknoloji uSyntell kunye nonjingalwazi Christo Nicholls ophuma kwiDyunivesithi yaseStellenbosch, umasipala usasaze izixhobo eziyimfuneko kunye nobuchule bokwenza ezi nkonzo zokuhanjiswa kombane ngobuchule zibe nokwenzeka.Eli qonga liza kuxhamlisa abathengi abarhwebayo nabemizi-mveliso ngofakelo lobuchwephesha obukrelekrele ngokunika indlela yokuhlawula iindleko zombane kunye nokufumana izaphulelo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Isebe loHlaliswa koLuntu likhuphe iitayitile zoBunini ezilishumi eConcordia.
Brigadiya Lamoen utyunjwe njengeNtloko entsha yePhondo yeeNkonzo zoPhando loLwaphulo-mthetho . »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Klaaste fokus op dissipline en dienslewering
Tue, 25 Aug 2026
Verbruikersbeskermingsowerheid versterk nakoming in Victoria-Wes
Tue, 25 Aug 2026
Jong vroue breek grense in vakmanskap