Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Fri, 22 Dec 2023
Language:
Xhosa
Category:
Government
Amaxabiso ombane kulindeleke ukuba anyuke kunyaka ozayo ka-2024.
Uluntu kufuneka luzilungiselele ngamaxabiso ombane azokuba phezulu kulo nyaka uzayo kweyeTshazimpunzi, nanjengoko iNational Energy Regulator iye yavuma ukunyuswa kombane 12.74% kuEskom.Kwintlanganiso yayo ebibanjwe kwiveki ephelileyo ngoLwesine, iNersa iphumeze umyinge wokunyuka kwamaxabiso e-Eskom kunyaka-mali ka-2024/25.I-Nersa iphumeze 12.74% kubasebenzisi baka-Eskom kunye 12.72% ngomhla wokuqala kuTshazimpuzi ize koomasipala ukususela ngomhla wokuqala kweyeKhala kulo nyaka uzozayo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Iqela likanomathotholo lasekuhlaleni eNamakwa lityelele ikhaya labadala lasekuhlaleni.
Amapolisa aseKomaggas aphanda ngengozi yemoto emanyumnyezi. »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Klaaste fokus op dissipline en dienslewering
Tue, 25 Aug 2026
Verbruikersbeskermingsowerheid versterk nakoming in Victoria-Wes
Tue, 25 Aug 2026
Jong vroue breek grense in vakmanskap