Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Fri, 22 Dec 2023
Language:
Xhosa
Category:
Accident
Amapolisa aseKomaggas aphanda ngengozi yemoto emanyumnyezi.
Amapolisa aseKomaggas aphanda ngesiganeko sokubulala ngokungenhloso emva kwengozi embi eyenzeke izolo kwindlela uR355, ecaleni kweVan Reenen Pass phakathi kweKomaggas neBuffelsrivier.Kurhaneleka ukuba umqhubi wesithuthi eso uphulukene nolawulo laza lantlitheka entabeni ecaleni kwendlela.Col. Cherelle Ehlers uqinisekisile ukuba abantu abathandathu, kuquka nomntwana osemncinci, babhengezwe njengababhubhileyo kwindawo yexhwayelo.Ngelixa abantu abane, kubandakanywa nomntwana omncinci bathunyelwe esibhedlele ngenxa yomonzakalo. Uphando lwamapolisa luyaqhuba.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Amaxabiso ombane kulindeleke ukuba anyuke kunyaka ozayo ka-2024.
Ixesha lokulungiswa kombane eKamiesberg elibekiweyo lijinga emoyeni. »
Related News
Mon, 23 Mar 2026
Reddingswerkers herwin al die liggame uit die Ekapa-myn
Tue, 17 Feb 2026
Polisie ondersoek dood van driejarige seuntjie op Vioolsdrift
Tue, 17 Feb 2026
Noodlottige ongeluk eis jong bestuurder se lewe