Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 29 Apr 2024
Language:
Xhosa
Category:
Government
Ingxoxo-mpikiswano yezopolitiko yaseNamakwa ithathe inguqu enika umdla njengoko abalandeli bamaqela bezive bejulwa negentlamba.
Kwaqhambuka umbhodamo kwiNgxoxo yesibini yePolitiko yaseNamakwa ka2024 kwindawo yasePofadder, abalandeli beAfrican National Congres kuMasipala waseKhai-Ma bathatha impendulo yeNamakwa Civic Movement njengesithuko.Oku kulandela inkxalabo yePatriotic Alliance malunga nebhasari ethenjisiweyo yabafundi bebanga leshumi ka-2023 yinkampani yasekuhlaleni yemigodi, umlandeli weqela udize ukuba ooceba basekuhlaleni kunye noSodolophu bohlulakele ukuthethelela abafundi.UDonne-lee Jano weNCM uphendule ngelithi abazali babo basilela ekuvoteleni amaqela angalunganga.Isikhululo sikanomathotholo iNFM sibambe iNgxoxo yezoPolitiko yaseNamakwa okwesibini kwiholo yoluntu yasePofadder izolo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Isebe lezempilo kuzwelonke libongoza uluntu ukuba lufumane isitofu sokugonya umkhuhlane.
UMasipala weNgingqi waseNama-Khoi uza kuqhubeka nodliwano-ndlebe noluntu lweSicwangciso esiHlangeneyo soPhuhliso kwiveki ezayo. »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Klaaste fokus op dissipline en dienslewering
Tue, 25 Aug 2026
Verbruikersbeskermingsowerheid versterk nakoming in Victoria-Wes
Tue, 25 Aug 2026
Jong vroue breek grense in vakmanskap