Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Fri, 03 May 2024
Language:
Xhosa
Category:
Community
Abemi boMzantsi Afrika banesithuba kude kube namhllanje ukuba babhalise ukuze bavote ngokuKhethekileyo.
Abemi boMzantsi Afrika banesithuba kude kube yintsimbi yesihlanu ngale njikalanga ukuba babhalise kwiKomishoni yoNyulo eziMeleyo (IEC) ukuze bavote ngokuKhethekileyo.Ngokwe-IEC, bangaphezulu nje kwesigidi abantu ababhalisele uVoti oluKhethekileyo kulenyanga ngomhla wamashumi amabini anesixhenxe namashumi amabini anesibhozo.Ukuvota okuKhethekileyo kubandakanya abo balaliswe esibhedlele kunye nabo bavalelwe emakhayeni abo ngenxa yezizathu ezahlukeneyo.Abemi boMzantsi Afrika bashiyeke neentsuku ezingamashumi amabini anesihlanu ukuba bafike kunyulo lukazwelonke kulenyanga ngomhla wamashumi amabini anesithoba.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« INkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika likhuphe isilumkiso seNqanaba eliMthubi ngokonakaliswa kwemimoya yangaphakathi
Radio Nfm maak gereed vir haar opkomende politieke debat in die Richterveld munisipale area »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive
TUNE IN ACROSS NAMAKWA
Find Radio NFM on your dial
Kamiesberg
90.7
FM
Khâi-Ma
89.7
FM
Richtersveld
89.1
FM
Nama-Khoi
98.1
FM