Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 19 Jun 2023
Language:
Xhosa
Category:
Education
ISebe leMfundo esiSiseko likhankanye lisebenzisa iProgress in International Reading Literacy Study
ISebe leMfundo esiSiseko likhankanye ngelithi lisebenzisa iProgress in International Reading Literacy Study ukuyila inkqubo entsha yokuxhobisa ngolwazi. Iziphumo zolu phando zikhutshwe kwinyanga ephelileyo kwaye zazoba umfanekiso ombi wamanqanaba okufunda nokubhala kweli loMzantsi Afrika, zidize ukuba amashumi asibhozo ananye ekhulwini kubantwana bebanga lesine kweli lizwe abasokolayo ukufunda ukuze bafumane intsingiselo. Kodwa ethetha kwindibano noonondaba ebibanjwe nguMphathiswa weMfundo esiSiseko uAngie Motshekga ePitoli, uKulula Manona wela sebe uthe le ngxelo bayisebenzisa ukuzama ukuphucula le nkqubo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Iziko iLuvuyo Drop-In likhumbula uqhanqalazo lwabafundi baka-1976
Icandelo lolawulo lweNtlekele kwiSithili saseNamakwa isezokunikisa inxelo malunga novavanyo lokuna kwemvula »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Hoërskool Concordia trots op skaakspelers
Mon, 24 Aug 2026
Sterkte aan Namakwa se matriekleerders
Fri, 21 Aug 2026
Hoërskool SA van Wyk maak gereed vir Mr & Mej 2026