Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 14 Aug 2023
Language:
Xhosa
Category:
Government
URamokgopa unethemba ngekamva njengoko amandla okuvelisa uEskom ephucuka.
Umphathiswa wezoMbane, uGq. Kgosientsho Ramokgopa izolo ekhalazela ukuba eli ziko libhale impucuko ebonakalayo ngokuvelisa amandla okusuka kumyinge wamawaka angamashumi amabini anesibhozo ee-MW ukuya kutsho kumashumi amabini anesithoba amawaka ee-MW kwiveki ephelileyo.URamokgopa uthe iqela liphucula amandla okuvelisa, bakwasebenzela ukuqinisekisa uzinzo lwexesha elide lweeyunithi ukuze zithembeke ngakumbi ngokunyusa ukungabikho okucwangcisiweyo.Ukwaxelele noonondaba ukuba uEskom wophule umlinganiselo wamashumi amathandathu epesenti yokufumaneka kwamandla njengoko imfuno isihla. Nangona kunjalo, into engacetywanga yokulahleka kwamandla, uthe nayo iyehla nayo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Abahlali baseConcordia bavakalise ukungonwabi ngokungahoywa kweemibhobho ekusafuneka ifunxwe yiLori kamasipala.
Radio Nfm besig om n nuwe baadjie aan te trek »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Klaaste fokus op dissipline en dienslewering
Tue, 25 Aug 2026
Verbruikersbeskermingsowerheid versterk nakoming in Victoria-Wes
Tue, 25 Aug 2026
Jong vroue breek grense in vakmanskap