Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 11 Sep 2023
Language:
Xhosa
Category:
Government
Isebe lwamashishini asakhasayo lizonikezela ngezixhobo zokusebenza kubarhwebi basePort Nolloth.
Usekela mphathiswa wophuhliso lwamashishini asakhasayo uDipou Peters uzakube esePort Nolloth kumasipala waseRitchersveld enikezela ngezixhobo zokusebenza kubarhwebi bale ndawo. Ngokwesebe, lo msitho uzakuqala ngentsimbi yeshumi elinanye kusasa.Kwingxelo yesebe lezosasazo, bakhankanye ukuba iNkqubo yoPhuhliso lwamaShishini amaNcinci azobonelelwa ngenkxaso yophuhliso kumashishini amancinci asebenza kakhulu ezilokishini nasezilalini.Isebe lokongeza ukuba eli nyathelo linyathelo lelizwe lonke elizama ukukhawulezisa ukukhula kwamashishini amancinci ngokuphucula ukukhuphisana nozinzo ukuze abe sesikweni amashishini kuqoqosho oluqhelekileyo. Ugxininiso ikakhulu kumaqela atyunjiweyo ezifana abasetyhini, ulutsha, kunye nabantu abakhubazekileyo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Valke het 'n bewaringsbevel teen die Galeshewe-inwoner Andrew Longwane verkry
IManyano yamaPolisa oMzantsi Afrika ixhalabile ngenxa yeziganeko zokukhuthuzwa kwamashishini kwiPhondo liphela. »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Klaaste fokus op dissipline en dienslewering
Tue, 25 Aug 2026
Verbruikersbeskermingsowerheid versterk nakoming in Victoria-Wes
Tue, 25 Aug 2026
Jong vroue breek grense in vakmanskap