Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 25 Oct 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Usavutha umlilo kuhola wendlela uR31 phakathi kweHotazel neKuruman.
Usavutha umlilo kuhola wendlela uR31 phakathi kweHotazel neKuruman eMntla Koloni. Lo mlilo uqale izolo, kwaye umbutho wasekuhlaleni wokukhusela umlilo usazama ukuwucima.Othethe egameni leSebe leNtsebenziswano kuMntla Koloni, uBabalwa Mzambo, uthi nangona umlilo unqatyiwe kodwa basaqhubeka nokubeka iliso le meko.UMzambo uthi, “Amalungu oluntu nabasebenzisi bendlela bayakhunjuzwa ukuba balumke nanjengoko umlilo ku-R31 phakathi kweKuruman neHotazel usaqhubeka, nangona uqukiwe, ungesiso isoyikiso kuluntu olungqongileyo. Inkxaso yasemoyeni isasebenza kwaye ibeka esweni imeko. ”
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« UMasipala weNgingqi wase-Khai-Ma uyaqhubeka nokujongana nobunzima obungapheliyo kunikezelo lweenkonzo zoluntu
Andile Nongogo, iNtloko yeSigqeba soNcedo lwezeziMali kuBafundi ugxothiwe. »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive