Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 06 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Government
URhulumente waseMntla Koloni uphehlelela ngokusesikweni iNyanga yoKwazisa ngamaLungelo aBantu abaKhubazekileyo .
URhulumente wePhondo laseMntla Koloni uphehlelela ngokusesikweni iNyanga yoKwazisa ngamaLungelo aBantu abaKhubazekileyo ukusukela izolo ukuya kutsho kweyesithathu kweyoMnga phantsi komxholo othi “Hlanganisa nokuKhawulezisa amaLungelo waBantu abaKhubazekileyo kwiKamva”. Umhla wesithathu kweyoMnga uya kubhiyozelwa njengoSuku lwaMazwe ngaMazwe nolweSizwe lwaBantu abaKhubazekileyo, ngenjongo yokubonisa izakhono neetalente zabantu abakhubazekileyo njengamalungu oluntu anemveliso. Ukukhathalela abantu abakhubazekileyo kufuna uvelwano kunye nokuzibandakanya indlela, ukuqaphela iimfuno zabo ezizodwa kunye nemingeni.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« ANC isathembisa izithembisa zomsebenzi nokuphelisa urhwaphilizo uPhononongo lweManifesto 2019.
Amanzi eCarolsberg azakuvalwa kwakhona ngentsimbi yeshumi ebusuku ngumasipala waseNama-khoi. »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Klaaste fokus op dissipline en dienslewering
Tue, 25 Aug 2026
Verbruikersbeskermingsowerheid versterk nakoming in Victoria-Wes
Tue, 25 Aug 2026
Jong vroue breek grense in vakmanskap