Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 07 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Isebe loHlaliswa koLuntu likhuphe iitayitile zoBunini ezilishumi eConcordia.
Isebe loLawulo lweNtsebenziswano, ukuHlaliswa koLuntu kunye neMicimbi yezeMveli namhlanje likhuphe iitayitile zoBunini ezilishumi kubahlali baseConcordia. Abaxhamli ekudala belindele ukufumana itayitile zabo ngoku ngabanini bezindlu ebavumela ukuba benze imali mboleko yendlu kunye nebhondi yendlu.U-Bertie Saal uthe oku kusebenza njengomcimbi obalulekileyo kuluntu kunye novakalelo lwepropathi ebhaliswe egameni lakho. Abantu ngoku banokuzingca ngezinto abanazo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Abafundi besikolo saseVan Wyk, bafunda phantsi kobunzima bokucinywa kombane.
Umasipala waseNama Khoi uphehlelele iQonga lokuRhweba ngoMbane okrelekrele. »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive