Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 04 Jan 2024
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Amapolisa aseBrandvlei aphanda ityala lokubulala kwentwazana esencinana.
Amapolisa aseBrandvlei aphanda ityala lokubulala emva kokuba kubhaqwe umzimba kwentwazana eneminyaka elishumi elinesibhozo ngentsasa yangeCawe edlulileyo. Umzimba ubungenabomi ufunyenwe ngumntu obedlula kwisakhiwo esingasebenziyo eBrandvlei.USgt Molefi Shemane ubalule ukuba okwangoku, amapolisa alindele iziphumo zovavanyo lokuhlolwa kwesidumbu ukuze kubonwe unobangela wokubhubha kwanokuqinisekisa ukuba umfi udlwengulwe kusini na.Akukho mrhanelwa ubanjiweyo, uphando luyaqhuba.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Isebe lezempilo lichaze ukwanda kweentsana ezisanda kuzalwa ngo-2023.
Amathuba okufaka izicelo zokufakwa kumaziko emfundo avulwa ngoMvulo. »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord