Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Fri, 12 Jan 2024
Language:
Xhosa
Category:
Crime
iATM yaseSteinkof biyonalalisiwe ithe yalungiswa kutsha nje.
iATM yaseStandard Bank yaseSteinkof iye yalungiswa. Oku kungqinwe yi-TOP 5 izolo.I-Top 5, imibutho engenzi nzuzo ivakalise inkxalabo enkulu malunga nokonakaliswa kwee-ATM zeBhanki eSteinkof kutsha nje. Oku kuza emva kokuba ii-ATM ezimbini zebhanki yoMzantsi Afrika zonakaliswe ngendlela engenakulungiseka kwidolophu yeevenkile zaseSteinkof.iTOP 5 ibongoza uluntu lwaseSteinkopf ukuba lungaphosi iliso. Ukuba ubona umntu esonakalisa i-ATM, anceda atsalele umnxeba amapolisa Steinkopf wasekuhlaleni 027 721 1000 okanye ukuba awunayo i-airtime fowunela ku-112.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« UMsebenzi wasemgodini osuka kwi-Aggeneys usachacha eKapa ngenxa yokonzakala.
Usihlalo webhodi yeNSFAS uyazikhaba izityholo abekwezona zorhwaphilizo. »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord