Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Fri, 03 May 2024
Language:
Xhosa
Category:
Education
Abazali baseKarkharms bavakalisa inkxalabo ngabantwana babo kunye nokungabikho kwebhasi yesikolo.
Sele iiveki ezimbalwa emva kokuba abafundi baseKakharms bengayi esikolweni ngenxa yezityholo zokuba ibhasi yokuthutha ayisebenzi. Abazali bathi iSebe leMfundo leSithili saseNamakwa lazisiwe ngalo mba. Kodwa kubonakala ngathi izikhalo zabazali zifikelele kwiindlebe ezingevayo. Abazali bakhankanye ngelithi impendulo abayifumeneyo ayibanelisi kumagama - iSebe leSithili liya kuthetha ne-ofisi yePhondo ngalo mbandela kwaye libone ukuba ingaba yintoni isisombululo.Abazali bavakalise ukuba bakwaxhalabele lukhuseleko lwabantwana babo kwanokuphoswa zizifundo zesikolo, nto leyo enokuba nefuthe elibi kwiziphumo zabo zekota yesibini. ISebe lezeMfundo lePhondo loMntla Koloni alikaphenduli kumbuzo weendaba kwiRadio NFM ngalo mba.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Die Noord-Kaapse premier skryf goeie leierskap toe aan die nuwe Mega Entity-gebou
INkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika likhuphe isilumkiso seNqanaba eliMthubi ngokonakaliswa kwemimoya yangaphakathi »
Related News
Tue, 25 Aug 2026
Hoërskool Concordia trots op skaakspelers
Mon, 24 Aug 2026
Sterkte aan Namakwa se matriekleerders
Fri, 21 Aug 2026
Hoërskool SA van Wyk maak gereed vir Mr & Mej 2026