Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 23 May 2024
Language:
Xhosa
Category:
Community
UMasipala waseRichtersveld ukhuphe isaziso malungana neStandard Transfer Meters rollover.
UMasipala weNgingqi waseRichtersveld kutshanje ukhuphe isaziso kwikhasi lonxibelelwano elisemthethweni elumkisa uluntu ukuba iStandard Transfer Meters rollover iyakwenzeka ngomhla wamashumi amabini anesine kweyeNkanga. NgokukaMasipala, inkqubo zemitha zihlawulwa kwangaphambili kwaye ziya kuchatshazelwa sisiphawuli soMqondiso esiveliswa emva komhla. Xa umntu esebenzisa iithokheni ze-24Bit, ziya kukhatywa ngamamitha njengoko zibhalisiwe ukuba zibe yinkqubo endala. Amalungu oluntu ayacetyiswa ukuba aqinisekise ukuba zonke iimitha “zii-Key change” ukuze ziqhubeke nokusebenza. Umasipala uthe, le nkqubo ibandakanya iiseti ezimbini zeethokheni ezinamanani angamashumi amabini zichwethezwa kwiimitha ezikhoyo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Urhulumente wephondo wenze inkcitho engaphezulu kwekhulu elinamashumi amahlanu amawaka eerandi kumashishini aseNamakwa.
UMasipala wase-Hantam ukhuphe isimemo kuluntu ukuba luzimase inkcazo yesicwangciso soPhuhliso oluHlangeneyo. »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive