Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 08 Jul 2024
Language:
Xhosa
Category:
Community
Abahlali bakumasipala waseNama-Khoi bajongene nokucinywa kombane.
Umongameli uCyril Ramaphosa uthi ngaphezulu kweentsuku ezilikhulu zokungacinywa kombane kufuneka zinike inkuthazo yokuqinisekisa ukhuseleko lwamandla kwixesha elizayo.Nangona kunjalo, oko kuyinyani eyahlukileyo kubahlali kumasipala waseNama-Khoi njengoko izolo befumene ukucinywa kombane ngenxa yemozulu embi. Abahlali bakwingingqi ezingqongileyo namhlanje bachithe iiyure ezingaphaya kwesithathu bengenambane kwaye ixesha lasebusika nalo alibancedi nto.Umasipala uthe abasebenzi bogcino lwabo basebenza ngokuzimisela. URamaphosa ukwalumkise ngelithi le nkqubo ihleli isesichengeni kwaye abakakwazi ukuyivala into yokuba kungaphinda kucinywe umbane eMzantsi Afrika.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Inkonzo yeMozulu yoMzantsi Afrika ikhuphe izilumkiso zokulahleka kwemfuyo eMntla Koloni.
Vyf en dertig verdagtes vasgetrek tydens Operasie Vala Umgodi »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive