Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 11 Jul 2024
Language:
Xhosa
Category:
Science & Technology
Iziko leNational Nuclear Regulator libambe inkqubo yekhondo lomsebenzi.
Iziko leNational Nuclear Regulator eMntla Koloni libambe inkqubo yekhondo lomsebenzi kwizikolo zasekuhlaleni kumasipala waseNama-Khoi namhlanje.Oku kwenzeke ngabachaphazelekayo abafanelekileyo abafana neenkampani zamandla ezixhobisa abafundi beBanga leshumi elinesibini bezikolo zamabanga aphakamileyo kwizifundo zeSayensi, iTekhnoloji, ezobuNjineli kunye nezezibalo. Abafundi baye baboniswa umboniso womboniso wesayensi, njengoko abenzi-nkcazo-ntetho babekhuthaza abafundi bamacandelo ahlukeneyo abanokufundiswa yinzululwazi. Kwaye okona kubaluleke kakhulu ukuba yeyiphi indlela abanoyithatha kwaye zeziphi iibhasari ezifumanekayo ekuxhaseni ngezimali izifundo zabo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Uluntu lwakumasipala wengingqi yaseNama-Khoi ngoku lujongene nemingeni yokusetyenziswa kwamanzi.
Verkragter kry lewenslank vir verkragting van 11-jarige »
Related News
Tue, 21 Jul 2026
Namakwa-innoveerder bereik Top 10 in nasionale skoontegnologie-uitdaging
Wed, 03 Jun 2026
KI-opleiding mik om digitale vaardighede in Namakwa te versterk
Wed, 21 Jan 2026
Ubhaliso lweEskom Expo zeNzululwazana eNamakwa luvuliwe