Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Latest stories, updates, and newsroom content.
Search
All
Afrikaans (1665)
English (237)
Xhosa (401)
401
articles found.
Clear filters
Community
Siphiwe Ngcongco
Mon, 16 Mar 2026
Xhosa
Intlanganiso yaseSteinkopf imiselwe ukuxoxa ngomsitho wokungcwatywa kwamaKhoi/San
ISebe leMidlalo, ubuGcisa kunye neNkcubeko kwiSithili saseNamakwa liza kubamba intlanganiso yokubandakanya uluntu eSteinkopf ukuze kuxoxwe ngokucwangc...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Mon, 16 Mar 2026
Xhosa
Indoda yaseSuherland igwetyelwe ukubulala umfazi wayo
Amapolisa aseSutherland aphendule kwisikhalazo e-Ekkraal Farm ngo-Okthobha ka-2020, apho kwaxelwa ukuba umfazi uswelekile. Amapolisa athi ekufikeni kw...
Read More
Community
Siphiwe Ngcongco
Mon, 16 Mar 2026
Xhosa
Ukwephuka kwemibhobho kuphazamisa ukunikezelwa kwamanzi ePort Nolloth
Ukuqhuma kwepayipi kumgca wamanzi wasePort Nolloth kukhokelele ekuphazamisekeni kwamanzi kwiindawo ezithile kuMasipala waseRichtersveld.Umonakalo uxel...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Sat, 28 Feb 2026
Xhosa
Amapolisa aseNamakwa akhuphe isilumkiso esiqatha malunga nokuqeshwa kwabantu
INkonzo yamaPolisa aseMzantsi Afrika kwiSithili saseNamakwa ilumkisile uluntu malunga nomnxeba okrokrisayo nonokuba nobuqhetseba.Umntu othi “uKapteni ...
Read More
Community
Siphiwe Ngcongco
Sat, 28 Feb 2026
Xhosa
Uluntu lwaseMcDougalls bay lujongene nokucinwa kombane
Ubonelelo lombane eMcDougalls Bay luphazamisekile, lushiya abemi bedanile kwaye bengenambane kangangeeyure. Amalungu oluntu abonakalise ukungoneliseki...
Read More
Government
Siphiwe Ngcongco
Sat, 28 Feb 2026
Xhosa
U-Alinda Beukes ufungiswe njengoSodolophu oLawulayo waseNamakwa
U-Alinda Beukes we-African National Congress utyunjwe ngokusesikweni waza wafungiswa njengoSodolophu oLawulayo omtsha woMasipala weSithili saseNamakwa...
Read More
Local
Siphiwe Ngcongco
Sat, 28 Feb 2026
Xhosa
I-SANParks iqalise inkqubo yengqesho yokuxhasa ukuloba
Iipaki zeSizwe zaseMzantsi Afrika ziqalise iNkqubo yeNkxaso yezokuLoba abaNcinci bezoLoba eHondeklip Bay exabisa izigidi ezilishumi zeerandi. Le nkqub...
Read More
Government
Siphiwe Ngcongco
Sat, 28 Feb 2026
Xhosa
Isebe keMicimbi yaseKhaya kulindeleke iphande iivisa zobuqhebetsa
UMphathiswa wezeMicimbi yaseKhaya uLeon Schreiber uthi ii-visa zokufunda ezingaphezu kwamawaka amabini zikhutshwe ngobuqhetseba ngamaqumrhu angaphakat...
Read More
Government
Siphiwe Ngcongco
Sat, 28 Feb 2026
Xhosa
Indlu yowiso-mthetho ibambe inkqubo yoLawulo lweNxibelelwano yoNikezelo eNamakwa
Indlu yowiso-mthetho yePhondo laseMntla Koloni ibambe umboniso weNdlela yoLawulo lweNxibelelwano yoNikezelo kunye neseshoni yokubhalisa ababoneleli kw...
Read More
Government
Siphiwe Ngcongco
Sat, 28 Feb 2026
Xhosa
Urhulumente wephondo uzibophelele ekuqiniseni iinkonzo zezempilo zaseNamakwa
Urhulumente waseMntla Koloni uzibophelele ekuphuculeni ukunikezelwa kweenkonzo zezempilo kwiSithili saseNamakwa. Oku kuza emva kokuba iNkulumbuso uGqr...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Thu, 19 Feb 2026
Xhosa
Amapolisa asePort Nolloth aphanda ityala lokubulala
Amapolisa asePort Nolloth aphanda ityala lokubulala ngokungeyomfuneko emva kwengozi ebulalayo kwindlela i-R382 phakathi kwePort Nolloth ne-Alexander B...
Read More
Crime
Siphiwe Ngcongco
Thu, 19 Feb 2026
Xhosa
Amapolisa aseNamakwa aphanda ityala lorhaxwa komntwana oneminyaka emithathu ubudala
INkonzo yamaPolisa aseMzantsi Afrika eVioolsdrift ivule uphando emva kokusweleka kabuhlungu kwenkwenkwe eneminyaka emithathu ubudala izolo emva kwemin...
Read More
Previous
More News