Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 01 Aug 2023
Language:
Xhosa
Category:
Science & Technology
Umboniso kaEskom uza kubamba umboniso wabafundi abasuka kwisithili saseNamakwa e-Aggeneys.
Umboniso kaEskom uza kubamba umboniso izosungulwa e-Aggeneys apho izothathwa inxaxheba ngabantwana besikolo abasuka kwisithili saseNamakwa.Oku kusingathwa embindini weVeki yeSizwe yezeNzululwazi yaseMzantsi Afrika phantsi komxholo othi: “Ukuguqula ubomi ngenzululwazi esekwe kubungqina”.UHenrich De Wet, umququzeleli wephondo uthe oku kukukhuthaza ulutsha ukuba lukhulise umdla kwaye luqonde ukubaluleka kweNzululwazi. Ngolu suku, abafundi abavela macala onke baya kuthatha inxaxheba kukhuphiswano lwenqanaba likarhulumente, kunye nelesizwe ukubonisa iiprojekthi zabo zesayensi.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Infrastruktuurprojek help om Noord- Kaap skool te transformeer
uMasipala waseRitchesveld wenza amalungiselelo okufaka izibane zasezitalatweni zesola. »
Related News
Tue, 21 Jul 2026
Namakwa-innoveerder bereik Top 10 in nasionale skoontegnologie-uitdaging
Wed, 03 Jun 2026
KI-opleiding mik om digitale vaardighede in Namakwa te versterk
Wed, 21 Jan 2026
Ubhaliso lweEskom Expo zeNzululwazana eNamakwa luvuliwe