Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 16 Aug 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Isikhululo nomathotholo Namakwa FM uthe waphucula inkqubo yayo.
Isikhululo sikanomathotholo iNamakwa FM 98.1 siphucule inkqubo yayo ukuze sivelise umxholo osemgangathweni onesandi esingcono kubaphulaphuli basekuhlaleni. Oku kunokwenzeka ngenxa yenkxaso-mali ephathiswe yi-SASOL.Uqeqesho lwanikezelwa kubasebenzi bakanomathotholo ukuze babenako ukusebenzisa inkqubo entsha ngendlela echubekileyo.Olu tshintsho lwenzeka phakathi kokubhiyozela iminyaka engamashumi amabini ukusukela oko yasekwa ngo-2003 liqela labantu abahlanu abadibeneyo. Babenombono kwaye babone ithuba lophuhliso loluntu ngokwemigaqo yemithombo yeendaba ukubonelela kunye nokusasaza ulwazi oluchanekileyo lwendawo kunye neendawo ezingqongileyo.Umphathi wenkqubo, uRose Giko ukhankanye ukuba le nkqubo intsha iza kubaluncedo kubasasazi abatsha kwaye baza kuziphucula izakhono zabo kule nkqubo yetekhnoloji ephezulu-enokuthi bayenzele irediyo yezorhwebo baxhotyiswe ngenxa yophuhliso abalufumeneyo. kwiRadio NFM.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Die Noord-Kaapse regering vier vrou van die dag
Umasipala waseRitchersveld uza kubamba iMbizo ngomhla wamashumi amabini anesibini kweyeThupha kuluntu lwase-Eksteenfontein. »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive