Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Fri, 18 Aug 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Konyulwe amalungu amatsha kwiwadi yokuqala kumasipala wengingqi yaseHantam.
Kwiwadi yokuqala kumasipala wengingqi yaseHantam konyule amalungu ekomiti amatsha ngenjikalanga yayizolo.UJacqueline Mentoor, uRonaldo Oliver, uJakobus Virrooi nabanye abazinikele ekukhonzeni uluntu lwasekuhlaleni.Nalapho lamalungu amatsha eekomiti ewadi aza kube ethwele uxanduva lokwenza iinkcaza neengcebiso kwimiba karhulumente wengingqi zabo. Baphinde banxibelelane phakathi komasipala, abantu noceba wewadi. Banike uceba wewadi uxanduva ekufezekiseni imisebenzi yabo. Ukubandakanya uluntu ngeentlanganiso zarhoqo kunye nezinye iindlela zokunxibelelana.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« uMntla Koloni unikise ingxelo ePalamente ukuba izinga lokubulala kwisithuba seenyanga ezintathu lehlile.
Burgemeester Imbizo vind vandag op Eksteenfontein plaas »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive