Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 05 Sep 2023
Language:
Xhosa
Category:
Politics
IDemocratic Alliance ixhalabile malunga nePerformers’ Protection and Copyright Amendment Bills.
IDemocratic Alliance ixhalabile malunga nePerformers’ Protection and Copyright Amendment Bills ethe yaxoxwa kwiveki ephelileyo.Oku kulandela ukuba iKomiti yeMicimbi yeSebe lezeziMali, uPhuhliso loQoqosho kunye noKhenketho iye yadibana ukuze ithathe isigqibo sokuba inike umyalelo kubathunywa baseMntla Koloni kwiBhunga leSizwe lamaPhondo ukuba baxhase okanye bakhabe izilungiso zowiso-mthetho.UFawzia Rhoda ukhankanye ukuba Akukho nanye kula mithetho isayilwayo eya kuhlangabezana nale njongo ijoliswe kuyo kwaye endaweni yoko iyasilela ukumela iimfuno zamagcisa kunye nabadali ngokufanelekileyo.Wongeze ngelithi, bayayincoma iPalamente yePhondo leNtshona Koloni ngokunika umthunywa wabo igunya eliqinileyo lokukhaba le mithetho isayilwayo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Ummandla weConcordia kuMasipala weNgingqi waseNama-Khoi ubuyiselwe amanzi namhlanje.
The official petrol price for September have increased. »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
ANC kortlys vyf kandidate vir Sol Plaatje-burgemeesterspos
Sat, 15 Aug 2026
NCM express confidence to Local Elections candidates
Sat, 15 Aug 2026
ANC Namakwa welcomes Provincial Executive Council changes