Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 25 Sep 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Abahlali bathandabuza ngokulungiswa kwendawo yokuqhuba eOkiep.
Bathi imidlalo yezopolitiko ayiyo yabantliziyo ezintenge-ntenge nanjengoko amalungu asekuhlaleni e-Okiep bazibuza beziphendula ingaba isithembiso sikaceba awasenza ekuqaleni kwalo nyaka siphelele phi.Idama lokuqubha lasekuhlaleni e-Okiep sele likwimeko emdaka kangangexesha kwaye njengokuba ihlobo lisondela, abantu bangathanda ukusebenzisa oko bekuthenjisiwe ukuba amaqondo obushushu asehlotyeni ahluka phakathi kwamashumi amabini kunye namashumi amane anesibini kwiSithili saseNamakwa.Uxwebhu lweSicwangciso esiHlangeneyo soPhuhliso lonyaka-mali ka-2023/2024 alunakubonisa nayiphi na iprojekthi yequla lokuqubha kodwa e-Okiep: isicwangciso sikarhulumente sokwakha izindlu ezingamashumi amathathu ananye, ukulungiswa kophahla kwisikolo samabanga aphantsi - kunye nokugqityezelwa kwendlela yaseVaalhoek.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Die DA is bekommerd oor die Noord-Kaap regering se reaksie op die nasionale finansiële krisis
Namakwalandse betreur die skielike heengaan van Papa Hunter »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive