Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 26 Sep 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Uceba uJoshua Losper uzikhabile izityholo ezijikeleza kumaqonga onxibelelwano malunga nedama lokuQhuba.
Uceba wale ndawo uJoshua Losper e-Okiep uzikhabile izityholo ezijikeleza kumaqonga onxibelelwano. Kutyholwa ngelithi lo ceba uthethe nonomathotholo wasekuhlaleni ebutsheni balo nyaka esithi indawo yokuqubha yasekuhlaleni iza kulungiswa ekupheleni kwale nyanga.Ngokutsho kukaLosper, abantu abenza isityholo - bazitolike ngendlela engeyiyo ingxelo eyenziwe ngaphambili: wathi umcimbi malunga nedama lokuqubha ngumnqweno njengoko ngoku baxakeke bezama ukufumana abatyali-mali ukuze bakwazi ukuyivuselela njengoko ukulungisa idama lokuqhuba lingaxabisa kwisiqikela lwezigidi ezilishumi elinesihlanu zeerandi.ULosper ubalule ukuba ngoku baxakeke ziiprojekthi zeSicwangciso esiHlangeneyo soPhuhliso sonyaka-mali 2023/24 ezizezokwakha izindlu ezingamashumi amathathu ananye, ukulungisa uphahla lwesikolo samabanga aphantsi - nokuqukunjelwa kwendlela yaseVaalhoek.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Polisiebestuur gaan opdatering gee oor ernstige misdaad in die land
Umasipala waseRitchesveld uzokubamba iMbizo kaSodolophu ngale njikalanga eSizamile Clinic Hall. »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive