Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 13 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Kelebogile Sesing ugwetywe iminyaka elishumi elinesibini entolongweni ngenxa yokubulala.
Abaphathi beSithili saseNamaqua bayakwamkela ukugwetywa kuka-Kelebogile Sesing emva kokuhlatywa ngokufa kowayesakuba sisithandwa sakhe.UColonel Cherelle Ehlers ukhankanye ukuba ngomhla wesihlanu kuDisemba ka-2021 eOnseepkans, umtyholwa kunye nesithandwa sakhe uVincent Legalamitlwa babandakanyeka kwingxabano malunga nebhegi yempahla. Kutyholwa ukuba umtyholwa uye wayolanda imela ekhitshini wajongana nomfi.U-Ehlers wongeze ngelithi umtyholwa, onosana oluneenyanga ezintlanu ubudala ufunyenwe enetyala lokubulala noDolus Eventualis. Ugwetywe iminyaka elishumi elinesibini entolongweni kwiveki ephelileyo ngoLwesihlanu kwiNkundla yeNgingqi yePofadder.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Amaqela aphikisayo kwibhunga ase-Khâi-Ma alungiselela ukufaka izityholo zolwaphulo-mthetho kulomasipala.
Umfundi wasetyhini uyachacha esibhedlele emva kokuhlatywa amatyeli aliqela. »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord