Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 13 Nov 2023
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Umfundi wasetyhini uyachacha esibhedlele emva kokuhlatywa amatyeli aliqela.
IYunivesithi yezobuGcisa yaseCape Peninsula ithi umfundi wasetyhini uyachacha esibhedlele emva kokuhlatywa amatyeli aliqela kutyholwa ngokuba yindoda eyaziwa nguye, engumfundi kwiYunivesithi yaseNtshona Koloni.Uhlaselo olumasikizi, olwenzeke kwindawo yokuhlala yabafundi yabucala eBelhar ngempelaveki, lusasazwe kumajelo onxibelelwano.ICPUT iwancome amadoda aqale asabela kwixhoba, ngelithi ubukroti babo bunokusindisa ubomi bale nkosikazi.Le yunivesithi ithe iza kusebenzisana namapolisa kunye neGunyabantu lezoTshutshiso njengoko igxile ekuxhaseni umfundi ochachayo, nokuqinisekisa ukuba ubulungisa buyenziwa.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Kelebogile Sesing ugwetywe iminyaka elishumi elinesibini entolongweni ngenxa yokubulala.
Vaal Central Water kan nie bevestig waarbinne Garragoup pompstasie herstel sal wees »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord