Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 06 Dec 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Umasipala waseKhai-Ma wohlulakele unikezela uxwebhu lobungqina bomgangatho wamanzi anikezelwa eluntwini.
ISebe lezaManzi noGutyulo likhuphe iiNgxelo zalo 2023 zeBlue Drop kunye neNo Drop. UMntla Koloni ucazwe ngelona phonda linepesenti iphezulu yeenkqubo zamanzi okusela ezinomgangatho ophantsi. Umasipala wengingqi yaseKhai-Ma uthe wasilela ukunika nawaphi na amaxwebhu obungqina bomgangatho wamanzi anikezelwa eluntwini. Isebe likhankanye ukuba akukho vavanyo lomgangatho wamanzi lwenziweyo.Uluntu lwasePofadder kufuneke luzilungiselele kwiziphakamiso zokubilisa amanzi kunye nokuwapholisa iiyure ezimbini phambi kokuba asetyenziswe. Isizathu, ngokutsho kukamasipala - umbala wamanzi ubumdaka ukrokreleka ukuba uqulethe iintsholongwane ezingaziwayo. Umasipala usaphanda kwaye ukhangelana nesisombululo sokucoca amanzi.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« !Kheis Munisipaliteit versoek die publiek om hul rommel netjies te pak
Aansoek om vrywaring van beurtkrag vir waterdienste »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive