Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 29 Apr 2024
Language:
Xhosa
Category:
Community
Fancy facey ifudumeze izintliziyo zoomama namhlanje emva kwemini.
Iqumrhu leFancy Facey elasekwe nguVernon Selena, ekunye neNkonzo yesiPolisa yalapha eMzantsi Afrika, iSebe lezoKhuselo, kunye neQonga lezoPolisa loLuntu - baqhube isidlo sasemini esibalulekileyo soomama.Oku kunenjongo yokuqaqambisa ukubaluleka kwendima abayidlalayo eluntwini. Oku kuza njengoko isikhumbuzo soSuku loMama sisondela.USelona ukhankanye ukuba uthando lukamama ludlala indima ebalulekileyo ekukhuleni kwengqondo yomntwana, lukhuthaza imekobume ekhulisa umdla wobukrelekrele, ubuchule bokuyila, kunye nokomelela.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« UMasipala weNgingqi waseNama-Khoi uza kuqhubeka nodliwano-ndlebe noluntu lweSicwangciso esiHlangeneyo soPhuhliso kwiveki ezayo.
Umasipala waseRichtersveld usebenzisana unikezele ngeeyunifomu zesikolo kwisikolo samabanga aphantsi. »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive