Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Mon, 29 Apr 2024
Language:
Xhosa
Category:
Community
Umasipala waseRichtersveld usebenzisana unikezele ngeeyunifomu zesikolo kwisikolo samabanga aphantsi.
Umasipala waseRichtersveld usebenzisana ne-Standard Bank unikezele ngeeyunifomu zesikolo kwisikolo samabanga aphantsi iJohan Hein VGK eKuboes, kwaWadi 1.Bebonke balikhulu elinantlanu abafundi abafumene iyunifomu yesikolo kwiBhanki njengenxalenye yoTyalo-mali lwabo lweNtlalo.Usodolophu woMasipala waseRichtersveld uCornell Knoph unqwenela ukwenza umbulelo ongazenzisiyo kwiBhanki kwaye ukhuthaze amaGosa ukuba aqhubeleke nenkqubo yokunxiba iimpahla zesikolo kuluntu oluphantsi kolawulo lukaMasipala.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Fancy facey ifudumeze izintliziyo zoomama namhlanje emva kwemini.
Radio Nfm om noodsaaklike myn- en gemeenskapskommunikasie te fasiliteer »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive