Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 08 May 2024
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Inkundla yengingqi yaseSpringbok iwise isigwebo sobomi kwindoda eneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo ubudala.
Kutshanje inkundla yengingqi yaseSpringbok iwise isigwebo sobomi kwindoda eneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo ubudala ngobusela kunye nokudlwengula owasetyhini onamashumi amane anesibini eminyaka ubudala ekubhengezwe ukuba ugula ngengqondo. USgt Timothy Sam ukhankanye ukuba uFernandes Damon wathatha ithuba lowasetyhini onengxaki yengqondo kwaye wamoxutha imali ngoJuni ka-2020 eKomaggas. INkundla ive ukuba umtyholwa kunye nexhoba bebegoduka bephuma kwindawo ethengisa utywala bengingqi kwaye ummangalelwa wamjikela kwindawo enamatye angaziwayo eKommagas.INkundla yawisa isigwebo sobomi entolongweni ngenxa yetyala elinye lokudlwengula kunye neenyanga ezilishumi elinesibini entolongweni ngenxa yobusela yaze yayalela ukuba igama lakhe libhalwe kwiRejista yeSizwe yabaPhuli-mthetho ngokweSondo kwaye yambhengeza ukuba akafanelekanga ukuba nompu.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Abaxhamli begrafu basNamakwa bachitha phantse isiqingatha sentlawulo yabo.
Vedanta Zinc International skenk Brandvoorkomingstoerusting aan die Namakwa Distriksmunisipaliteit »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord