Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 13 Jun 2024
Language:
Xhosa
Category:
Community
UMasipala waseHantam wazimbambazela kwileta evela kwiziko loMbane.
Umasipala waseHantam usanda kuziphulula emqolo njengoko efumene iakhawunti yombane echaza ukuba basendleleni ngayo yonke into ngokweziko loMbane. Umasipala uqhayise kwiqonga lonxibelelwano ngembalelwano yembeko abayifumene kwiinyanga ezimbini ezidlulileyo.Ngokweleta kaEskom, umasipala ubeka phambili uxanduva lwemali kunye nokubambelela kwizivumelwano zekontraka. Ukulandela ukuzinikela kwabo, unikezelo lwenkonzo yeyona nto iphambili kuluntu abalusebenzelayo. Le leta yaphinda yakhankanya ukuba umasipala ubeka umgangatho wezenzo zemali ezinenkathalo ezinokuthi abanye oomasipala banqwenele ukuzifezekisa. Oku kwenzeka xa umasipala ethe gqolo ukuqinisekisa ukuba banikezela ngeenkonzo ngendlela elindelekileyo kuluntu nangona kukho imingeni enokuthi ivele ngaphaya kwamandla abo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Abahlali basePella abahlukanga kumalungu oluntu lwaseNababeep abajongene nokucima kombane.
Vedanta Zinc International verskeie inisiatiewe om die jeug te Ontwikkel »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive