Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 09 Jul 2024
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Amapolisa aseNew-vote-ville abambe amarhanelwa ababini ngenxa yobusela.
Amapolisa aseNieuwoudtville agqogqe amasela amabini angarhalekiyo kwikhaya lawo eProteaville, athatha umpu kunye nezinye izinto ekutyholwa ukuba zibiwe.Oku kulandela ulwazi malunga nokuqhekezwa kwezindlu ezimbini kwintsuku ezidlulilleyo. Isithethi samapolisa ephondweni uLieutenant Colonel Sergio Kock udize ukuba indlu yabarhanelwa iye yagqogqwa ze amapolisa afumana umpu omnyama, umabona kude nezinye izixhobo.Aba barhanelwa babini babekwe ityala kwaye kwadityaniswa namatyala ahlukeneyo okuqhekeza kunye nobusela kwaye kulindeleke ukuba bavele enkundleni kungekudala.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Taxi ry in ambulans op ongelukstoneel in Noord-Kaap vas
INtloko yeSebe leNtsebenziswano kutyholwa ngelithi uza kutyelela isithili saseNamakwa »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord