Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 18 Jul 2024
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Amapolisa aseSpringbok abambe abarhanelwa bangabemi bangaphandle ngokwemba ngokungekho mthethweni.
Amapolisa asebenzisa iOperation Vala Umgodi ukulwa ukupheliswa komgodi ongekho mthethweni ngokuthi asebenzise onke amanyathelo okulwa nesi sibetho.KwiSithili saseNamakwa, amatyotyombe eBontakoe, iTwee Pad kunye neendawo ezinemigodi yaseKoiingnas iqela liphumeze imisebenzi yokugqogqa nokukhangela laze lavalela abantu abalishumi elinesithathu ngenxa yokwemba imigodi ngokungekho mthethweni kunye nokwaphula uMthetho wokuFumaneka. Iqela lamapolisa lohlutha izixhobo zokusebenza zemigodi ezininzi kuquka nesithuthi esisetyenziswa ekwenzeni ulwaphulo-mthetho.Abarhanelwa baye bavalelwa ukuze kuqhutywe inkqubo ngamagosa eSebe leMicimbi yezeKhaya phambi kokuba babekwe ityala ngokusesikweni baze basiwe enkundleni ukuze babuyiselwe kumazwe abo. Amapolisa acela uluntu ukuba luyihloniphe kwaye luhambelane nemithetho nemigaqo yezemigodi ekhoyo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Umongameli uCyril Ramaphosa kulindeleke enze intetho yokuvula iPalamente ngentsimbi yesixhenxe ngokuhlwa
Aggeneys vroeë Kinderontwikkelingsentrums toe te rus met broodnodige hulpbronne »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord