Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 06 Aug 2024
Language:
Xhosa
Category:
Other
Abaqhubi bangalindela ukwehla kwamafutha okungephi kulenyanga.
Umbutho iAutomobile Association (AA) ubongoza abaqhubi beemoto ukuba baqinisekise ukuba izithuthi zabo zikwimeko entle ukuze baphephe ukubhatala imali eninzi xa besebenzisa amafutha.Oku kuza njengoko kulindeleke ukwehla kwamafutha okungephi kulenyanga. Umbutho uye waphawula ngedatha engaphicothwanga evela kwiCentral Energy Fund.Ngokweenkcukacha, amashumi alithoba anesihlanu epetroli enganalothe kulindeleke ukuba yehle malunga neshumi elinesine leesenti ilitha, ze amashumi alithoba anesithathu aphume malunga neesenti ezilithoba ilitha.Kusenjalo, idizili kulindeleke ukuba yehle malunga namashumi amabini anesithandathu eesenti ilitha. Isithethi se-AA uLayton Beard uthe amafutha ahlala eyinxalenye yohlahlo lwabiwo-mali lwenyanga lwabemi boMzantsi Afrika.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Imibutho yabasebenzi eMntla Koloni ibambe umngcelele osingise kwiiofisi zeSebe lezeMpilo.
Amapolisa aseNamakwa abambe abarhanelwa abangamashumi amathathu abangekho mthethweni nabangenazimpepha. »
Related News
Thu, 20 Aug 2026
Noord-Kaapse elektrisiën bekroon as internasionale kookkampioen
Tue, 18 Aug 2026
Vier daagse dokumentêre reis in Richtersveld
Tue, 18 Aug 2026
Vroue Laat Kinderonderhoudseise Weens Stelselprobleme Vaar