Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 07 Aug 2024
Language:
Xhosa
Category:
District
Umasipala waseNama-Khoi ubongoza abahlali ukuba bangenise izibheno zabo zokuvavanywa kwezindlu.
Umasipala waseNama-Khoi kutsha nje ukhuphe isicelo kubahlali ukuba bangenise izibheno zabo phambi komhla weshumi elinesihlanu kweyeThupha malunga nokungeniswa kokugqibela kweeRhafu zePropati zikaMasipala. Oku kulandela ukuthotyelwa kwemigaqo eqhutywa ngoomasipala malunga nokuvavanya iipropati rhoqo emva kweminyaka emine. UJan Swarts, umanejala kamasipala, ukhankanye ukuba iinkqubo zezokuqinisekisa ukuba zonke iipropati zivavanywa ngokufanelekileyo kwaye zibandakanyiwe kuluhlu olutsha lovavanyo. Ngokutsho kukamasipala, inkqubo yokuthatha inxaxheba koluntu kuphononongo iqhutywe ekuqaleni kwalo nyaka kweyoMdumba yaze yaqukunjelwa ngomhla wamashumi amabini anesibini kuCanzibe.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Departement van Basiese Onderwys erken en waardeer die kritieke rol wat vroueleiers in alle sfere van die lewe speel
Iziko leSizwe loNcedo lwezeMali lwaBafundi liya kuqhuba intlawulo yabaxhamli abafanelekileyo. »
Related News
Fri, 26 Jun 2026
Namakwa Distrik hou Tegniese IGR Forum om samewerking te versterk
Sat, 16 May 2026
Namakwa schools recognised for nutrition excellence
Fri, 08 May 2026
Vedanta updates Namakwa mining operations