Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 22 Aug 2024
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Abahlali baseNamakwa bayalunyukiswa malunga nokukhupha iinkcukacha zabo zabucala kwiiarhente ezingaqinisekiswanga.
Abahlali besithili saseNamakwa nezingqongileyo bayalunyukiswa ukuba bathathe amanyathelo okhuseleko xa benikezela ngeenkcukacha zabo kubasebenzi abangaqinisekiswanga abathi basebenzela iinkampani ezithile. Esi silumkiso silandela iiarhente ezingangqinwanga ezibanga ukuba zisebenzela iziko iClientele Limited ezikhupha iivawutsha zokutya nemali kuluntu lwasekuhlaleni. Abahlali bakhankanywa ngokuba namava angagunyaziswanga kwiintengiselwano zebhanki zabo.Ngelixa, inkampani yomgaqo-nkqubo wokungcwaba ingekaphinde ibuye malunga nezityholo ezisemthethweni, kwinyanga ephelileyo bakhuphe isaziso kuluntu belumkisa abantu ngobuqhetseba kumakhasi onxibelelwano becacisa ukuba bubuxoki amabango abekwa ngeliziko.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Umlilo oqhambuke eBuffelsrivier ushiye usapho lwabathathu lungenakhaya.
Ziinyanga zimbalwa ezishiyekileyo kwabo banomdla wokubhalisela isikolo sokwaluka ehlotyeni. »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord