Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 29 Aug 2024
Language:
Xhosa
Category:
District
Umasipala waseKhai-Ma uzakwenza umsebenzi ocetyiweyo wokulungisa ePella.
Umasipala waseKhai-Ma izolo ukhuphe isaziso kuluntu kubahlali ukuba benze amanye amalungiselelo ayo nantoni na echaphazela ukusetyenziswa kwamanzi kusasa emva kwentsimbi yesibhozo. Oku kuvele ngethuba lo masipala ethetha kwiqonga lonxibelelwano esithi bazakwenza umsebenzi ocetyiweyo wokulungisa ePella. Iqela lobugcisa liya kutshintsha ivalve kwindawo yokuvuselela. Ngokukamasipala, oku kuza kubangela ukuba kwezinye iindawo ezingqongileyo zibenoxinzelelo oluphantsi lwamanzi kwaye ezinye zingabinawo amanzi. Umasipala udlulise uxolo kuluntu, njengoko amanye amashishini asekuhlaleni angachaphazeleka kakubi ngumsebenzi ocetywayo wokulungisa oza kuqhutywa liqela lezobugcisa likamasipala. Ixesha lokulungisa alaziwa.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Umbutho wamaPolisa eMntla Koloni uhlaba ikhwelo lokuba kubanjwe umsebenzi wamaPolisa ngenxa yodlwengulo.
Ingcaphephe ixhalabile zizityalo eRichertsveld Transfrontier Park ngenxa yokutshintsha kwemozulu kwisithili. »
Related News
Fri, 26 Jun 2026
Namakwa Distrik hou Tegniese IGR Forum om samewerking te versterk
Sat, 16 May 2026
Namakwa schools recognised for nutrition excellence
Fri, 08 May 2026
Vedanta updates Namakwa mining operations