Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 05 Sep 2024
Language:
Xhosa
Category:
Community
Uluntu lwakumasipala waseHantam lungalindela uphazamiseko lwamanzi.
Umasipala waseHantam udlulise uxolo kubahlali nakumashishini ngophazamiseko lwamanzi. Oku kuza nanjengoko amanzi azakucinywa imini yonke ukusukela ngentseni kwaye azakubuya emva kwemini ngokwexesha elibekiweyo ngumasipala. Ngokutsho kukamasipala, ngomso bazakuxakeka belungisa nokufakelwa kwezinto ekulindeleke ukuba zenzeke eCalvinia East. Abahlali kunye namashishini aza kuchatshazelwa kakubi luphazamiseko lokulungiswa kwamanzi, bayacetyiswa ukuba benze ezinye iindlela xa befuna okanye benze nayiphi na imisebenzi eza kufuna ukusetyenziswa kwamanzi. kwaye abantu bazisebenzise amanzi nononophelo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Opedag om graad 12-leerders te bemagtig
Umasipala waseNama-Khoi akanokuqinisekisa ukubuya wamanzi kwingingqi ezinqongileyo. »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive