Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 28 Jun 2023
Language:
Xhosa
Category:
Public Announcement
Uluntu lwaseSteinkof alozukuba namanzi okwexeshana
Uluntu lwaseSteinkopf ngoku luphazamisekile kunikezelo lwamanzi kulandela ukugqabhuka kwemibhobho yamanzi. Oku kunqumama kwenzeka phakathi kwamafu amaninzi aneemvula ezimbalwa; kubethwa ngumoya kwaye kuyabanda.Umasipala wengingqi yaseNama-Khoi wazisa iindawo ezingqonge kwikhasi lonxibelelwano ukuba abahlali banokufumana uphazamiseko lonikezelo lwamanzi nanjengoko uMasipala uye wawacima amanzi kwiindawo zaseSteinkopf ngenxa yokuqhawuka kombhobho. Iindawo ezingqonge iBrecherweg zinokuchaphazeleka. Amagosa ayalungisa, kodwa ixesha lokubuyisela alinakuchazwa.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Iziko lezibalo laseMzansi Afrika lithi inani labantu abangasebenziyo linyukile.
Die goeie reĆ«nval maak dat verskeie paaie in die Namakwa- Distrik onbegaanbaar is »
Related News
Thu, 19 Mar 2026
Aggeneys Garage implements temporary fuel supply limits
Wed, 28 Jan 2026
Hittegolf waarskuwing vir Noord-Kaap en omliggende gebiede
Thu, 08 Aug 2024
Noord-Kaap-polisie verwelkom nuut-bevorderde polisielede