Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 12 Jul 2023
Language:
Xhosa
Category:
Agriculture
Abafuyi kwiWadi yokuqala bayabongozwa bafake izikhalazo kwi-Service Point kwaMe Eucretia Cloete.
Bonke abafuyi kwiWadi yokuqala bayabongozwa ukuba badlulise izikhalazo zabo ukuba baye bachaphazeleka ngenxa yemozulu embi ethe yagungqisa uluntu lwesithili saseNamakwa.Ngokukaceba uCharlotte Visser, iSebe lezoLimo licela ukuba wonke umntu othe wafumana umonakalo ngexesha lezikhukula kwiiveki ezimbini ezidlulileyo ukuba ancede adlulise ulwazi lwakhe ngokukhawuleza kwi-Service Point kwaMe Eucretia Cloete.Kukho uluhlu ekufuneka lugqitywe. Ezi zintlu zizakuqokelelwa ngabezoLimo ngomso phambi kokuphela kweshishini.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« iSebe loPhuhliso loLuntu eMntla Koloni lusaqhubeka ukunika isandla kubahlali beSithili yaseNamakwa
Amangcwaba aseConcordia akwimo engagiyinyisi mathe. »
Related News
Sat, 15 Aug 2026
Masifundise welcomes Landmark Shell court ruling
Thu, 16 Jul 2026
Steinkopf-boere vra ingryping oor mynbou-uitbreiding
Thu, 02 Jul 2026
LUR Motlhaping vergader met personeel in Kuruman