Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 19 Jul 2023
Language:
Xhosa
Category:
Community
Amalungu oluntu baphelelwa lithemba kumasipala wengingqi waseRichtersveld kokuqhubekeka kwengxaki yamanzi.
Amalungu oluntu kamasipala waseRitchersveld aphelelwa yintembelo kumasipala wabo xa besiza kunikezelo lweenkonzo. Oku kulandela umba wengxaki yamanzi nalapho isisombululo sihleli emoyeni ngelixa uluntu lunxanelwe amanzi ukwenza iimfuno zabo ezingundoqo.Ngokohlaziyo lwakutsha nje umasipala alubhale kumakhasi onxibelelwano, amanzi ngoku angena kwidama laseMuisvlak. Nangona kunjalo, umgangatho wedama usephantsi kakhulu kwaye ngoko ke amanzi akasayi kufika kuluntu lwasePort Nolloth. Iimpompo zisavaliwe okwangoku kwaye kucingelwa ukuba zingavulwa namhlanje, 19 kweyeKhala.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« The Immanuel centre made R55 000 at Mandela Jive 67 fund raising.
Meer as 180 lede is aangestel om op bestuurstrukture in gesondhiedsfasiliteite te dien »
Related News
Wed, 19 Aug 2026
Enkanini-inwoners in De Aar Sê Hulle Sukkel met Watertoegang
Sat, 15 Aug 2026
Kangnas Windfarm strengthens community Healthcare partnerships
Sat, 15 Aug 2026
Rampokkers urges unity to support winter drive