Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 16 Apr 2024
Language:
Xhosa
Category:
Crime
Amapolisa abambe abarhanelwa abalishumi elinesihlanu ngokugrumba imigodi ngokungekho mthethweni.
Amapolisa aseMntla Koloni ekunye namaqela oMkhosi woKhuselo welizwe loMzantsi Afrika abambe abarhanelwa abalishumi elinesihlanu ngokugrumba imigodi ngokungekho mthethweni izolo eKleinzee.Sgt. UMolefi Shemane udize ukuba inyathelo eliqhutywa bubuntlola lenziwe kwindawo ekujoliswe kuyo apho iqela lamacandelo ngamacandelo abambe abantu baseMzantsi Afrika abathandathu, abahlanu abemi baseLesotho, kunye nabemi abane baseZimbabwe ngenxa yokwemba imigodi ngokungekho mthethweni kunye nokungena ngaphandle kwemvume.Iqela leOperation Vala Umgodi lohluthe iziyobisi, utywala kunye nezixhobo zokusebenza nokwemba imigodi ngokungekho mthethweni.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Umasipala waseNama Khoi uqalise ukubamba intlanganiso lohlahlo lwabiwo-mali kunye nezicwangciso zophuhliso.
Umongameli Ramaphosa umemelele boMzansi Afrika basebenzisane ukuqinisekisa ukuba unyulo lwalo nyaka luyimpumelelo. »
Related News
Mon, 24 Aug 2026
Opvoeder van Namakwaland Hoërskool op spesiale verlof
Thu, 20 Aug 2026
SAPD soek verdagte ná dodelike steekvoorval
Thu, 20 Aug 2026
Kuruman-man kry drie jaar tronkstraf vir poging tot moord