Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 21 Aug 2024
Language:
Xhosa
Category:
District
Umasipala wesithili saseNamakwa izakubamba uqhanqalazo lomthandazo wokuchasa ubundlobongela.
Umasipala wesithili saseNamakwa kunye ne-ofisi kasodolophu olawulayo, uCeba uMervin Cloete bazakubamba uqhanqalazo lomthandazo wokuchasa ubundlobongela obusekelwe kwisini ngomhla wamashumi amabini anesithathu kulenyanga. Uhambo luya kuqhubeka e-Okiep, 4 Kamp, ukususela ngentsimbi yesithoba kusasa ngoLwesihlanu. Iinjongo zalo mngcelele kukwazisa ngobundlobongela obujoliswe kwabasetyhini nokuvakalisa inkxaso kumaxhoba. Uluntu luyacelwa ukuba lunxibe iimpahla ezimnyama njengophawu lokumanyana kwaye lumanyane ukulwa lo bhubhani. Eli phulo liyinxalenye yomlo omkhulu wokulwa ubundlobongela nokuxhatshazwa kwabasetyhini kuluntu lwethu.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Inkulumbuso yaseMntla Koloni isungule iphulo lokuxhasa ulutsha olungaphangeliyo nabanezidanga.
Umasipala wesithili saseNamakwa izakubamba uqhanqalazo lomthandazo wokuchasa ubundlobongela. »
Related News
Fri, 26 Jun 2026
Namakwa Distrik hou Tegniese IGR Forum om samewerking te versterk
Sat, 16 May 2026
Namakwa schools recognised for nutrition excellence
Fri, 08 May 2026
Vedanta updates Namakwa mining operations