Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Tue, 03 Sep 2024
Language:
Xhosa
Category:
District
Umasipala waseKhai-Ma unqunyanyise uhlaziyo lwelayisenisi .
Isebe lezendlela kumasipala waseKhai-Ma likhuphe isaziso kuluntu sokuba uhlaziyo lwelayisenisi lunqunyanyisiwe kungoku nje de kuphume esinye isaziso. Ngokutsho kukamasipala, oku kunqunyanyiswa kungenxa yeemeko ezingaphaya kwamandla abo. Oku kunxulumene nenkqubo yesebe. Umasipala ukhuphe isaziso kuluntu kwangethuba namhlanje kumaqonga onxibelelwano. Abaqhubi abafuna ukuhlaziya iilayisensi zabo baye babongoza ukuba benze ezinye iindlela. Ngokumalunga nokuba iyalungiswa nini okanye ibuyiswe nini le nkqubo, loo nto isahleli emoyeni nanjengoko isebe likamasipala lithembisa ukubonelela ngohlaziyo ngexesha elifanelekileyo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« I-Rhuluneli yeBhanki enguVimba yoMzantsi Afrika ilumkisa abantu ukuba bangathathi izigqibo ngokungxama kwinkqubo yomhlalaphantsi
Richtersveld Munisipaliteit gee terugvoering oor wat in hul sektor gebeur »
Related News
Fri, 26 Jun 2026
Namakwa Distrik hou Tegniese IGR Forum om samewerking te versterk
Sat, 16 May 2026
Namakwa schools recognised for nutrition excellence
Fri, 08 May 2026
Vedanta updates Namakwa mining operations