Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
Advertise on NFM
Broadcast Data
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Live stream is being connected.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Thu, 27 Apr 2023
Language:
Xhosa
Category:
Public Announcement
I-Arhente yeNkonzo yezeNtlalo yaseMzantsi Afrika babhengeze imihla emitsha yesibonelelo.
I-Arhente yeNkonzo yezeNtlalo yaseMzantsi Afrika ingathanda ukwazisa abaxhamli bezibonelelo ukuba akukho mfuneko yokuba bangxamele ukukhupha imali kusuku lokuqala. Amalungu oluntu kufuneka athathele ingqalelo le mihla ilandelayo yenyanga ezayo kweyeCanzibe, isibonelelo sabantu abadala siya kuhlawulwa ukusukela kwiveki ezayo, ngoLwesine. Izibonelelo zabakhubazekileyo ziya kuhlawulwa ngosuku olulandelayo ngomhla wesihlanu kweyeCanzibe kwaye zonke ezinye izibonelelo ziya kuhlawulwa ngoMvulo ngomhla wesibhozo kweyeCanzibe. Ngokutsho kwe-arhente, xa imali ikwi-akhawunti - iya kuhlala ikhona de ifuneke.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Amazwi ovelwano aqhubela phambili ukuthuthuzela usapho nezihlobo leqabane motlhako.
Abahlali besithili saseNamakwa ababoni ukubaluleka kokubhiyozela usuku lweNkululeko. »
Related News
Thu, 19 Mar 2026
Aggeneys Garage implements temporary fuel supply limits
Wed, 28 Jan 2026
Hittegolf waarskuwing vir Noord-Kaap en omliggende gebiede
Thu, 08 Aug 2024
Noord-Kaap-polisie verwelkom nuut-bevorderde polisielede