Toggle navigation
Home
Programming
Programme Schedule
Outside Broadcasts
News
About us
Contact us
Listen Live
×
Live on NFM 98.1
Listen Live
On air now
Radio NFM Live
The Voice of the Namakwa People
Your browser does not support the audio player.
Press play to listen live.
Contact the studio
027 744 1610
Call
Message
News
Back to News
By:
Siphiwe Ngcongco
Date:
Wed, 26 Jul 2023
Language:
Xhosa
Category:
Accident
Uluntu luyacelwa lugcine imfuyo yabo ngenkathalo emva emini kunye nokutshona kwelanga.
Ngentsimbi yesixhenxe phezolo kubekho ingozi kuhola wendlela uN7 ecaleni kwiKampiyesihlanu eyaziwa ngokuba yiKas eOkiep. UTerrance Engelbrecht umqhubi wemoto ungqubane nehashe lonakalisa kakhulu isithuthi kwaye abantu ebebekhwele kulo bonzakele kancinci.Uyise wentombazana eneminyaka elishumi elinesihlanu ubudala ucenga uluntu kunye nabanini bamahashe okanye iidonki ukuba bancede bagcine imfuyo yabo emva kweeyure zomsebenzi ukunqanda izehlo okanye iingozi ezibulalayo kwixesha elizayo.
Share This Article
Facebook
Twitter
WhatsApp
« Uluntu lwaseBergsig luyamenya kwintlanganiso engxamisekileyo kwiHolo yeSikolo samaBanga aPhantsi sikaGqirha Izak van Niekerk.
Noodlottige ongeluk op N7 plaas gevind »
Related News
Mon, 23 Mar 2026
Reddingswerkers herwin al die liggame uit die Ekapa-myn
Tue, 17 Feb 2026
Polisie ondersoek dood van driejarige seuntjie op Vioolsdrift
Tue, 17 Feb 2026
Noodlottige ongeluk eis jong bestuurder se lewe